'Amanxeba wentliziyo'
(Abathandani ababili bami kweendlela ezidibanayo)
'SeSifikile, ekudibaneni kweendlela zethu'
Amanxeba entliziyo,
'anzulu'
'iintlungu ezingapheliyo
zibangela iimvakalelo
Zethu'.
'Ukuzabalaza kwentliziyo kuyabanyanzela ukuba babambelele.Njengokusondela kwamaza elunxwemeni'.
'Sime kwindawo yokudinwa!,kuqukuqela amanzi ashushu'
'Ukanti ziba sisithintelo ekucaceni,Imingeni ikhupha iinyembezi idala imiqobo endleleni yethu yothando,Ixesha lokudibana kwethu lifikelele esiphelweni.'
'Amanzi acwengileyo ayaaahamba'
'Ukanti bayasokola ukufumana imvisiswano.Simi ndawonye ndaweni-nye,Sizifumana sibanjwe phakathi kweemvakalelo kunye noqhagamshelwano ekudibaneni kweendlela apho iindlela zidibana khona'.
'Sizakudibana kwakhona ngomso'
'Njengoko simanyana ukunyamezela okwangoku sijonga iindlela ezidibanisayo indlela ngaphantsi komhlaba'
'Sizama
ukuhaaamba
Ngaphaya
kwendlela'
Comments